Omunye Umuntu

NaakMusiQ, Prince Bulo

Ndifuna omuny'umuntu Ndimkhuphile lo wayizolo Ndifuna uzama omunye Ngoba akasandifuni losisi Ndifuna omuny'umuntu Ndimkhuphile lo wayizolo Ndifuna uzama omunye Ngoba akasandifuni losisi Undishiyile Andazi ndenze njani Kodwa soze ndikhalele umuntu Ongandifuniyo Undishiyile Andazi ndenze njani Kodwa soze ndikhalele umuntu Ongandifuniyo Ongandifuniyo Ongandifuniyo Ongandifuniyo Ongandifuniyo Ongandifuniyo Ongandifuniyo Ongandifuniyo Ongandifuniyo Xa ungandifuni Ndizofumana omuny'umuntu Xa ungandifuni Ndozoqhubeka ngempilo Xa ungandifuni funi Ndizofumana omuny'umuntu Apho umntu ahamba akasolomphi Ndizayifumana indlela Ndifuna omuny'umuntu Ndimkhuphile lo wayizolo Ndifuna uzama omunye Ngoba akasandifuni losisi Ndifuna omuny'umuntu Ndimkhuphile lo wayizolo Ndifuna uzama omunye Ngoba akasandifuni losisi Undishiyile Andazi ndenze njani Kodwa soze ndikhalele umuntu Ongandifuniyo Undishiyile Andazi ndenze njani Kodwa soze ndikhalele umuntu Ongandifuniyo Ongandifuniyo Ongandifuniyo Ongandifuniyo Ongandifuniyo Ongandifuniyo Ongandifuniyo Ongandifuniyo Ongandifuniyo

Written by: Lyrics Licensed & Provided by LyricFind

Create your own version of your favorite music.

Sing now

Kanto is available on:

google-playapp-storehuawei-store