Ndakwenza Ntoni

NaakMusiQ, Bluelle

Hayi yey hay yey hay yey Ndandiziqhenya ndizingca ngawe Ntombentle ehamba neqhawe Kwajika hey wawa umuzi Yaphel'intsomi yaphela Ndandiziqhenya ndizingca ngawe Ntombentle ehamba neqhawe Kwajika hey wawa umuzi Yaphel'intsomi yaphela Hayi yey hay yey hay yey Wavuk'umuntu engavuyanga Waphuma endlini ungancumanga Awusakwazi kujika Sihlala sivuka esifinda Wavuk'umuntu engavuyanga Waphuma endlini ungancumanga Awusakwazi kuphila Sixabana siphike Hayi yey Hayi yey Hayi yey hay yey hay yey Wandiphatha kakubi nje Wandiphatha kabi ndakwenza ntoni Ndakwenza ntoni Ndakunika yonk'into kwilizwe Yonke into oyifunayo ayonelanga Ngathi awufumenanga Hayi yey hay yey Wandiphatha kakubi nje Wandiphatha kabi ndakwenza ntoni Ndakwenza ntoni Ndakunika yonk'into kwilizwe Yonke into oyifunayo ayonelanga Ngathi awufumenanga

Written by: ANGA MAKUBALO, KODISANG TEBOGO MASHIGO SAMUELLyrics Licensed & Provided by LyricFind

Create your own version of your favorite music.

Sing now

Kanto is available on:

google-playapp-storehuawei-store